1 Chronicles 6:50 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aba bangonyana baka‐Arone: u‐Elezari ebengunyana wake; u‐Finehasi ebengunyana wake; u‐Abishuha ebengunyana wake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo aba oonyana baka-Aron: nguElazare unyana wakhe, nguPinehasi unyana wakhe, nguAbhishuwa unyana wakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo abo oonyana baka-Aron; nguElazare unyana wakhe, nguPinehasi unyana wakhe, nguAbhishuwa unyana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naba oonyana baka-Aron: uAron wazala uElazare, uElazare wazala uFineyasi, uFineyasi wazala uAbhishuwa,