1 Chronicles 6:51 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Buki ebengunyana wake; u‐Huzi ebengunyana wake; u‐Zerahiya ebengunyana wake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguBhuki unyana wakhe, ngu-Uzi unyana wakhe, nguZeraya unyana wakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noBhuki unyana wakhe, no-Usi unyana wakhe, noSeraya unyana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uAbhishuwa wazala uBhuki, uBhuki wazala u-Uzi, u-Uzi wazala uZeraya,