1 Chronicles 6:52 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Merayoti ebengunyana wake; u‐Amariya ebengunyana wake; u‐Ahitube ebengunyana wake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguMerayoti unyana wakhe, nguAmariya unyana wakhe, nguAhitubhi unyana wakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
unyana wakhe uMerayoti, nguAmariya unyana wakhe, nguAhitubhi unyana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uZeraya wazala uMerayoti, uMerayoti wazala uAmariya, uAmariya wazala uAhitubhi,