1 Chronicles 6:53 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Tsadoki ebengunyana wake; u‐Himahatse ebengunyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguTsadoki unyana wakhe, nguAhimahatse unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nguTsadoki unyana wakhe, nguAhimahatse unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uAhitubhi wazala uZadoki, uZadoki wazala uAhimahaze.