1 Chronicles 6:54 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ezi ke zindawo zabo zokuhlala ngelali zabo, emideni yabo, ezonyana baka‐Arone, ezezizalwane zama‐Kohati: ngokuba iqashiso lokuqala belilelawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngawo la amakhaya abo ngokweengqili zabo, emideni yabo, ezoonyana baka-Aron, ngokwemizalwane kaKehati; ngokuba laba lelabo iqashiso:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zizo ezo iindawo zabo zokuhlala ezintenteni zabo, ngeendawo zabo, ezoonyana baka-Aron, bemizalwane yoonyana bakaKehati; ngokuba laba lelabo iqashiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nantsi imihlaba eyanikwa inzala ka-Aron wendlu yakwaKohati. Banikwe isabelo sokuqala kwiindawo ezabelwe abaLevi *ngeqashiso.