1 Chronicles 6:55 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kunikwa kuwo i‐Hebrone, elizweni lakwa‐Juda, nenqele zayo ezingqongayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
babanika owaseHebron ezweni lakwaYuda, namadlelo awo ngeenxa zonke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babanika iHebron ezweni lakwaYuda namadlelo ayo ngeenxa zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Banikwa iHebron ezweni lakwaJuda kunye namadlelo ayo.