1 Chronicles 6:65 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwabanika ngeqashiso, zicatshulwe esizweni sosapo luka‐Juda, nasesizweni sosapo luka‐Simone, nasesizweni sosapo luka‐Benjamine, ezizixeko, ezona zibiziweyo ngamagama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babanika ngeqashiso esizweni soonyana bakaYuda, nasesizweni soonyana bakaSimon, nasesizweni soonyana bakaBhenjamin, yona le mizi ibiziweyo ngamagama ayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babanika ngeqashiso imizi leyo yathiywayo esizweni soonyana bakaYuda, nakwisizwe soonyana bakaSimon, nakwisizwe soonyana bakaBhenjamin.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwizizwe zakwaJuda, nakwaSimon, nakwaBhenjamin bazifumana ngamaqashiso.