1 Chronicles 6:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Himahatse wazala u‐Hazariya, no‐Hazariya wazala u‐Johanane,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uAhimahatse wazala uAzariya; uAzariya wazala uYohanan;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAhimahatse wazala uAzariya; uAzariya wazala uYohanan;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uAhimazi wazala uAzariya, uAzariya wazala uYohanan.