1 Chronicles 7:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU onyana baka‐Yisakare: ngu‐Tola, no‐Puwa, n o‐Yashube, no‐Shimrone, abane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaIsakare nguTola, noPuwa, noYashubhi, noShimron;babebane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaIsakare nguTola, noPuwa, noYashubhi, noShimron, bebane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UIsakare wayenoonyana abane: uTola, uPuwa, uYashubhi, noShimron.