1 Chronicles 7:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo onyana baka‐Shemida bebe ngaba; u‐Ahiyane, no‐Shekeme, no‐Likehi, no‐Anihame.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaShemida babengooAhiyan, noShekem, noLiki, noAniyam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaShemida yayinguAhyan noShekem noLiki noAnjam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaShemida nguAhiyan, noShekem, noLiki, noAniyam.