1 Chronicles 7:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Frayime: ngu‐Shutela, no‐Beredi unyana wake, no‐Tahate unyana wake, no‐Elehada unyana wake, no‐Tahate unyana wake,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaEfrayim nguShutela, noBherede unyana wakhe, noTahati, unyana wakhe, noEliyada unyana wakhe, noTahati unyana wakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaEfrayim nguSutela, noBherede unyana wakhe, noTahati unyana wakhe, noEliyada unyana wakhe, noTahati unyana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nantsi inzala kaEfrayim. UEfrayim wazala uShutela, uShutela wazala uBheredi, uBheredi wazala uTahati, uTahati wazala uEliyada, uEliyada wazala uTahati,