1 Chronicles 7:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Frayime uyise wabo walila imihla yamininzi; bati abazalwana bake beza ukumku̔za.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenza isijwili uEfrayim, uyise, imihla emininzi, beza kumkhuza abazalwana bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uEfrayim uyise wabenzela isijwili imihla emininzi, beza kuye abazalwana bakhe, beza kumkhuza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEfrayim wabazilela ixesha elide oonyana bakhe abaswelekileyo, baza abazalana naye bafika bamkhuza.