1 Chronicles 7:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Refa ebengunyana wake; no‐Reshefe; no‐Tela ebengunyana wake; no‐Tahane ebengunyana wake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
URefa ebengunyana wakhe, noReshefe; uTela ngunyana wakhe, noTahan unyana wakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Unyana wakhe yayinguRefa, noRetsefe, noTela unyana wakhe, noTahan unyana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEfrayim wazala nonyana onguRefa. URefa lo wazala uReshefe, uReshefe wazala uTela, uTela wazala uTahan,