1 Chronicles 7:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u Lahadane ebengunyana wake; u‐Hamihude ebengunyana wake; u‐Elishama ebengunyana wake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uLadan unyana wakhe, uAmihudi unyana wakhe, uElishama unyana wakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uLaedan unyana wakhe, uAmihudi unyana wakhe, uElishama unyana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uTahan wazala uLadan, uLadan wazala uAmihudi, uAmihudi wazala uElishama,