1 Chronicles 7:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nangasemideni yosapo luka‐Manase, i‐Bete shane namagxamesi ayo: i‐Tahanaki namagxamesi ayo; i‐Megido namagxamesi ayo; i‐Dore namagxamesi ayo. Kuzo ezi ndawo lwahlala usapo luka‐Josefe unyana ka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Esezandleni zoonyana bakaManase yiBhete-shehan namagxamesi ayo, yiTahanaki namagxamesi ayo, yiMegido namagxamesi ayo, yiDore namagxamesi ayo. Kulapho kwakumi oonyana bakaYosefu, unyana kaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngakwilizwe loonyana bakaManase yiBhete-shehan nemida yayo, iTahanaki nemida yayo, iMegido nemida yayo, iDore nemida yayo. Babehleli kule ndawo oonyana bakaYosefu, unyana kaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngasemdeni wakwaManase ibiyiBhete-shehan, iTanaki, iMegido, iDore, neelali ezizingqongileyo. Kulapho yayimi khona inzala kaJosefu unyana kaSirayeli.