1 Chronicles 7:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Huzi; ngu‐Yizeraya: nonyana baka‐Yizeraya: ngu‐Mikaheli, no‐Hobadiya, no‐Joweli, n o‐Yishiya, abahlanu, bezintloko bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaUzi nguIzerahiya. Noonyana bakaIzerahiya nguMikayeli, no-Obhadiya, noYoweli, noIshiya; babebahlanu, beziintloko bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaUzi ngoonyana bakaIseraga; uMikayeli, no-Obhadiya, noYoweli, noIsiya, bebahlanu, iintloko zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unyana kaUzi nguYezeraya. Oonyana baYezeraya nguMikayeli, no-Obhadiya, noJoweli, noIshiya. Bebonke yayiziinkulu zezindlu.