1 Chronicles 7:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Beriha: ngu‐Kebere, no‐Makiyeli, onguye uyise ka‐Birezaviti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaBheriya nguHebhere, noMalekiyeli, onguyise kaBhirzaviti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaBheriya nguHebhere noMalekiyeli, ozala uBhirsaviti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaBheriya nguHebhere noMalkiyeli owazala uBhizaviti.