1 Chronicles 7:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokuba̔lelwa kwabo, ngezizukulwana zabo, intloko zendlu zoyise zabo, amaṙoti akalipileyo, bebengamawaka angamashumi mabini, anamakulu ekwa mabini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokubhalwa kwabo emilibeni yokuzalwa ngokweenzala zabo zeentloko zezindlu zooyise, amagorha anobukroti, babengamashumi amabini amawaka, anamakhulu amabini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Inani labo ngokweenzala zabo ngokweenzala zabo zeentloko zezindlu zooyise, amagorha anobukroti, babengamashumi amabini amawaka, anamakhulu mabini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inzala yabo ngokwezindlu ibingamadoda angamashumi amabini amawaka anamakhulu amabini anokungena emkhosini.