1 Chronicles 8:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Mikaheli, no‐Yisepa, no‐Yoha, bebengonyana baka‐Beriha:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noMikayeli, noIshpa, noYoha babengoonyana bakaBheriya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noMikayeli, noIshpa, noYowa, oonyana bakaBheriya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
noMikayeli, noIshpa, noYoha.