1 Chronicles 8:21 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Hadaya, no‐Beraya, no‐Shimrate, bebengonyana baka‐Shimehi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noAdaya, noBheraya, noShimrati babengoonyana bakaShimehi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noAdaya, noBheraya, noShimerati, oonyana bakaShimehi;