1 Chronicles 8:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Mikelote wazala u‐Shimeha. Bati ke naba bahlala nabazalwana babo e‐Yerusaleme, malungana nabazalwana babo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMikeloti wazala uShimeha. Nabo bahlala eYerusalem nabazalwana babo, malungana nabazalwana babo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMikelo wazala uSimon. Nabo bahlala nabazalwana babo eYerusalem malungana nabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
noMikeloti owazala uShimeya. Nabo nenzala yabo babehlala eJerusalem ngakwamanye amaBhenjamin.