1 Chronicles 8:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Motsa wazala u‐Bineha; u‐Rafa ebengunyana wake; u‐Elehasa ebengunyana wake; u‐Atsele ebengunyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uMotsa wazala uBhineha. NguRafa unyana wakhe, nguElehasa unyana wakhe, nguAtsele unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMoses wazala uBhineha; unyana wakhe nguRafa, unyana wakhe uEleyasa, unyana wakhe uAseli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uMoza wazala uBhineya, uBhineya wazala uRafa, uRafa wazala uElasa, uElasa wazala uAzele.