1 Chronicles 8:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Atsele ebenonyana batandatu, abamagama angala: u‐Zarikame, u‐Bokeru, no‐Shimayeli, no‐Shehariya, no‐Hobadiya, no‐Hanane: bonke aba bangonyana baka‐Atsele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAtsele ebenoonyana abathandathu; ngawo la amagama abo;nguAzerikam, nguBhokeru, noIshmayeli, noShehariya, no-Obhadiya, noHanan. Bonke abo babengoonyana baka-Atsele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAsheli ubenoonyana abathandathu; amagama abo ngooAshrikam, noBhokeru, noIshmayeli, noShehariya, no-Obhadiya, noHanan. Bonke ke ngoonyana baka-Asheli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAzele ebenoonyana abathandathu, amagama abo inguAzerikam, uBhokeru, uIshmayeli, uShariya, uObhadiya, noHanan.