1 Chronicles 8:7 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa u‐Nahamane, no‐Ahiya, no‐Gera, wabafudusa yena; waza wazala u‐Huza, no‐Ahihude.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguNahaman, noAhiya, noGera, owabafudusayo; uEhudi wazala u-Uza noAhihudi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaba nguNahaman, noAkiya, noGera, owabafudusayo, wazala u-Usa noAkihudi.