1 Chronicles 9:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Hazariya, unyana ka‐Hilikiya, unyana ka‐Meshulame, unyana ka‐Tsadoki, unyana ka‐Merayoti, unyana ka‐Ahitube, umpati wendlu katixo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noAzariya, unyana kaHilekiya, unyana kaMeshulam, unyana kaTsadoki, unyana kaMerayoti, unyana ka-Ahitubhi, inganga yendlu kaThixo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noAzariya unyana kaHilekiya, unyana kaMeshulam, unyana kaTsadoki, unyana kaMerayoti, unyana ka-Akitubhi, umphathi wendlu yoThixo oyinyaniso;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uAzariya kaHilekiya kaMeshulam kaZadoki kaMerayoti ka-Ahitubhi, owayeligosa elikhulu lendlu kaThixo,