1 Chronicles 9:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Hadaya, unyana ka‐Yerohame, unyana ka‐Pashure, unyana ka‐Malekiya; no‐Mahasai, unyana ka‐Hadiyeli, unyana ka‐Yazera, unyana ka‐Meshulame, unyana ka‐Meshilemiti, unyana ka‐Yimeri;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noAdaya, unyana kaYeroham, unyana kaPashure, unyana kaMalekiya; noMahasayi unyana ka-Adiyeli, unyana kaYazera, unyana kaMeshulam, unyana; kaMeshilemiti, unyana kaImere;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noAdaya, unyana kaYeroham, unyana kaPashkure, unyana kaMalekiya, noMahasayi, unyana ka-Adiyeli, unyana kaYageshera, unyana kaMeshulam, unyana kaMesilemiti, unyana kaImere;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uAdaya kaJehoram kaPashure kaMalekiya, noMasayi ka-Adiyeli kaYazera kaMeshulam kaMeshilemiti kaImere.