1 Chronicles 9:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Hobadiya, unyana ka‐Shemaya, unyana ka‐Galali, unyana ka‐Jedutune; no‐Berekiya, unyana ka‐Asa, unyana ka‐Lekana, owahlala emizini yama‐Netofati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
no-Obhadiya, unyana kaShemaya, unyana kaGalali, unyana kaYedutun; noBherekiya unyana ka-Asa, unyana kaElikana, obehleli emizaneni yamaNetofa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
no-Obhadiya, unyana kaShemaya, unyana kaGalali, unyana kaYedutun, noBheriya, unyana ka-Asa, unyana kaElikana, obehleli emizini yamaNetofi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uObhadiya kaShemaya, kaGalali kaJedutun, noBherekiya ka-Asa kaElikana, owayehlala kwiilali zamaNetofa.