1 Chronicles 9:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
akuba u‐Finehasi unyana ka‐Elezari ebeyinkosi pezu kwabo ngapambili, uyehova enaye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UPinehasi, unyana kaElazare, waye eyinganga yabo ngenxa engaphambili; uYehova wayenaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uPinehasi, unyana kaElazare, waye eyinganga yabo ngenxa engaphambili, uYehova wayenaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mandulo uFineyasi, unyana kaElazare, wayebongamele abagcini-masango, yaye uNdikhoyo wayenaye.