1 Chronicles 9:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye bona nonyana babo bebepezu kwamasango ayo indlu kayehova, indlu yentente, ngemivaṙasho.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bona abo noonyana babo babesemasangweni endlu kaYehova, endlu yentente, ngokokugcina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bona noonyana babo babewagcina amasango endlu kaYehova, eyindlu yomnquba, ngokwezigidimi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bona nenzala yabo babesoloko ke begada amasango endlu kaNdikhoyo.