1 Chronicles 9:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nenxenye yabo bamiswa pezu kwempahla, kwa pezu kwempahla zonke zeyingcwele indawo, napezu kwomgubo ocolekileyo, neveyine, neoli, nentlakamhlope, nezimnandi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kubo bekukho abamiselwe phezu kwempahla, naphezu kwempahla yonke engcwele, naphezu komgubo ocoliweyo, newayini, neoli, nentlaka emhlophe, nobulawu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwamiselwa abathile kubo ukuba banyamekele iimpahla neempahla zonke zengcwele, nomgubo, newayini, neoli, neziqhumiso, neziqholo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abanye babephethe yonke enye impahla yendlu kaThixo, kunye nomgubo wengqolowa, newayini, namafutha omnquma, nentlaka yokuqhumisa, neziqholo.