1 Chronicles 9:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Mikelote wazala u‐Shimame. Bati ke naba bahlala nabazalwana babo e‐Yerusaleme, malungana nabazalwana babo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMikeloti wazala uShimeham. Kwanabo bahlala nabazalwana babo eYerusalem, malunga nabazalwana babo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMikelo wazala uShimeham. Nabo bahlala nabazalwana babo eYerusalem, ngenxa yabazalwana babo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMikeloti wazala uShimeya. Nabo nenzala yabo bebehlala eJerusalem ngakumawabo.