1 Chronicles 9:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngu‐Hutai, unyana ka‐Hamihude, unyana ka‐Omri, unyana ka‐Yimri, unyana ka‐Bani, kulo usapo luka‐Faretse unyana ka‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngu-Utayi, unyana ka-Amihudi, unyana kaOmri, unyana kaImri, unyana kaBhani, koonyana bakaPeretse, unyana kaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngu-Utayi, unyana ka-Amihudi, unyana kaOmri, unyana kaImri, unyana kaBhani, koonyana bakaPeretse, unyana kaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nazi iinkulu zabendlu kaJuda ababehlala eJerusalem: Kwinzala kaPereze, unyana kaJuda, inkulu ngu-Utayi, unyana ka-Amihudi, unyana kaOmri, unyana kaImri, unyana kaBhani.