1 Chronicles 9:43 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Motsa wazala u‐Bineha: u‐Refaya ebengunyana wake; u‐Elehasa ebengunyana wake; u‐Atsele ebengunyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMotsa wazala uBhineha, noRefaya unyana wakhe, uElehasa unyana wakhe, uAtsele unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMoses wazala uBhineha; uRefaya unyana wakhe, uEleyasa unyana wakhe, uAsheli unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uMoza wazala uBhineya, uBhineya wazala uRefaya, uRefaya wazala uElasa, uElasa wazala uAzele.