1 Chronicles 9:44 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Atsele ebenonyana batandatu, abamagama angala: u‐Zarikame, u‐Bokeru, no‐Shimayeli, no‐Shehariya, no‐Hobadiya, no‐Hanane. Aba bangonyana baka‐Atsele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAtsele ubenoonyana abathandathu; ngawo la amagama abo:nguAzerikam, noBhokeru, noIshmayeli, noShehariya, no-Obhadiya, noHanan. Ngabo abo oonyana baka-Atsele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAsheli ubenoonyana abathandathu; Ngabo abo oonyana baka-Asheli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAzele ebenoonyana abathandathu. Amagama abo nguAzerikam, uBhokeru, uIshmayeli, uShariya, uObhadiya, noHanan.