1 Chronicles 9:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Bineya, unyana ka‐Yerohame; no‐Ela, unyana ka‐Huzi, unyana ka‐Mikeri; no‐Meshulame, unyana ka‐Shefatiya, unyana ka‐Rehule, unyana ka‐Biniya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noIbheneya unyana kaYeroham, noEla unyana kaUzi, unyana kaMikri, noMeshulam unyana kaShefatiya, unyana kaRehuweli, unyana kaIbheniya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noIbheneya, unyana kaYeroham, noEla, unyana kaUzi, unyana kaMigri, noMeshulam, unyana kaShefatiya, unyana kaRehuweli, unyana kaIbheniya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uIbheneya kaJeroham; uEla kaUzi kaMikri; noMeshulam kaShefatiya kaRuweli kaIbheniya.