1 Corinthians 1:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuxeliwe kum ngani, bazalwana bam! ngabaka‐Kiloyi, ukuba kuko amapike pakati kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndazisiwe ngani, bazalwana bam, ngabakuloKlowe, ukuba kukho iimpikiswano phakathi kwenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndazisiwe ngani, bazalwana bam, ngabakuloKlowe, ukuba kukho iimpikiswano phakathi kwenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku, mawethu, ndixelelwe ngani ngabakuloKlowe ukuba kukho ukungavisisani phakathi kwenu.