1 Corinthians 1:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wahlukile na u‐Kristu? u‐Paulusi ubenikuruseshelwe na? okunye nibe nibapitizeshelwe na egameni lika‐Paulusi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahlukahlukene na uKristu? Kwabethelelwa uPawulos yini na emnqamlezweni ngenxa yenu? Nabhaptizelwa egameni likaPawulos, kusini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wahluliwe na uKristu? Kwabethelelwa uPawulos yini na emnqamlezweni ngenxa yenu? Nabhaptizelwa egameni likaPawulos na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba wahluka-hlukene na uKrestu? Ngaba nguPawulos na owabethelelwa ngenxa yenu? Ngaba nabhaptizwa egameni likaPawulos na?