1 Corinthians 1:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndabapitizesha kodwa nabendlu ka‐Stefana: okupezu kwoku, andazi ukuba ndabapitizesha omnye umntu kusinina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndabhaptiza ke nendlu kaStefana; ngaphandle kwabo, andazi ukuba ndabhaptiza wumbi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndabhaptiza ke nendlu kaStefana; ngaphandle kwabo, andazi ukuba ndabhaptiza wumbi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Gxebe, ndabhaptiza noStefano nendlu yakhe. Ngaphandle kwabo ke, andikhumbuli ukuba ndabhaptiza wumbi.