1 Corinthians 1:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Kristu enganditumanga ukuba ndibapitizeshe, koko wanditumayo ukuba ndiyishumayele ivangeli: kungabi ngabulumko bokuteta, ukuze ikuruse ka‐Kristu ingenziwa into engento yanto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uKristu akandithumanga kubhaptiza; wandithuma ukushumayela iindaba ezilungileyo, kungabi ngabulumko bakuthetha, ukuze umnqamlezo kaKristu ungalanjathiswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku uKristu akandithumanga kubhaptiza; wandithuma ukushumayela iindaba ezilungileyo, kungabi ngabulumko bakuthetha, ukuze umnqamlezo kaKristu ungalanjathiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kakade uKrestu akandithumanga kubhaptiza; wandithuma ukushumayela iindaba ezimnandi, kungabi ngabuciko bakuthetha, ukuze umnqamlezo kaKrestu ungalanjathiswa.