1 Corinthians 1:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kubo abayiṙemente katixo ese‐Korinte, abangcwalisiweyo ku‐Kristu Yesu, ababiziweyo ukuba ngabangcwele, kunye nabo bonke ababizayo egameni lenkosi yetu u‐Yesu Kristu kuzo zonke indawo, kwa neyabo neyetu i‐Nkosi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ubhalela ibandla likaThixo eliseKorinte, abangcwaliselwe kuKristu Yesu, ababizwe ukuba babe ngcwele, kunye nabo bonke abalinqulayo igama leNkosi yethu uYesu Kristu ezindaweni zonke, ezabo kwanezethu:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubhalela ibandla likaThixo eliseKorinte, abangcwalisiweyo kuKristu Yesu, abangcwele ababiziweyo, kunye nabo bonke abalinqulayo ezindaweni zonke igama leNkosi yethu uYesu Kristu, eyabo neyethu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndibhalela ibandla likaThixo eliseKorinte, abakhethwe ngokumanywa noKrestu Yesu, bebizelwe ukuba yimilowo yakwaThixo ndawonye nabo bonke abalinqulayo ezindaweni zonke igama leNkosi yethu uYesu Krestu, oyiNkosi yabo kwaneyethu.