1 Corinthians 1:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa kwababiziweyo, kwa nama‐Juda nama‐Girike, u‐Kristu engamandla katixo, nobulumko bukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ke kwabo babiziweyo, amaYuda kwanamaGrike, sivakalisa uKristu ongamandla kaThixo, nobulumko bukaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kwabo babiziweyo, amaYuda kwanamaGrike, sivakalisa uKristu ongamandla kaThixo, nobulumko bukaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kwabo babiziweyo, amaJuda kwanamaGrike, sivakalisa uKrestu ongamandla nobulumko bukaThixo.