1 Corinthians 1:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nibona ukubizwa kwenu, bazalwana! ukuba asi ngabaninzi abalumkileyo ngokwenyama, asi ngabaninzi abanamandla, asi ngabaninzi abayimiduna:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba luboneni ubizo lwenu, bazalwana, ukuba azizininzi izilumko ngokwenyama, ababaninzi abanamandla, akamaninzi amanene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba luboneni ubizo lwenu, bazalwana, ukuba azizininzi izilumko ngokwenyama, ababaninzi abanamandla, akamaninzi amanene.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mawethu, yikhumbuleni into enaniyiyo ukubizwa kwenu nguThixo. Babembalwa kuni abazizilumko ngokomgangatho wabantu, bembalwa abanamandla, bembalwa abangabantwana begazi.