1 Corinthians 1:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze, njengokuba kuba̔liwe: Lowo uqa̔yisayo, makaqa̔yise ku‐yehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze, njengoko kubhaliweyo, Oqhayisayo aqhayise ngeNkosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuze, njengoko kubhaliweyo, Oqhayisayo aqhayise ngeNkosi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke, njengoko iziBhalo zitshoyo: “Oqhayisayo makaqhayise ngeNkosi.”