1 Corinthians 1:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba nanite ezintweni zonke natyetyiswa kuye, kuko konke ukuteta nako konke ukwazi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba natyetyiswa kuye ngezinto zonke, ngokuthetha konke, nangokwazi konke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba natyetyiswa kuye ngezinto zonke, ngokuthetha konke, nangokwazi konke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku, nimanyene noKrestu nje, ninendyebo ngezinto zonke, ekuthetheni nasekwazini ngokupheleleyo.