1 Corinthians 10:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makungabiko namnye ofuna okwake, mabati bonke ngabanye bafune okwomnye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makungabikho namnye ufuna okukokwakhe ukulungelwa; elowo makafune nokomnye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makungabikho namnye ufuna okukokwakhe ukulungelwa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Makungabikho bani ufuna ukulungelwa yedwa; elowo makakhathalele nokwabanye.