1 Corinthians 10:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba umhlaba ngo kayehova, nokuzala kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba umhlaba lo ngoweNkosi, nenzaliseko yawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba umhlaba lo ngoweNkosi, nenzaliseko yawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba, njengoko zitshoyo iziBhalo: “Ihlabathi leleNkosi nako konke okukulo.”