1 Corinthians 10:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nditi ke ngenxa yesazeliso, singesesako nje, sisesalomnye; ngokuba kuyinina ukuba inkululeko yam igwetywe sisazeliso esingesesam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndithi, isazela ke, singesiso esakho wena; sisesomnye lowo. Kuba yini na ukuba inkululeko yam igwetywe sesinye isazela?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndithi, isazela ke, singesiso esakho wena; sisesomnye lowo. Kuba yini na ukuba inkululeko yam igwetywe sesazela somnye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Anditsho esenu, ndixela esakhe. “Ke, ingathini inkululeko endinayo yokuzikhethela into emandiyenze ukulawulwa sisazela somnye umntu?” Ubani angabuza atsho,