1 Corinthians 10:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa njengokuba nam ndibakolisa bonke kuko konke, ndingafuni nje okwam ukuncedwa, koko okwabo abaninzi, ukuze basindiswe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
njengokuba nam ndikholisa bonke ezintweni zonke, ndingafuni okwam ukulungelwa, ndifuna okwabaninzi, ukuze basindiswe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
njengokuba nam ndikholisa bonke ezintweni zonke, ndingafuni okwam ukulungelwa, ndifuna okwabaninzi, ukuze basindiswe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xelisani mna, mna ndizama ukwanelisa wonke ubani ngento endiyenzayo. Andenzeli kulungelwa kwam phofu, koko ukulungelwa komntu wonke, ukuze bonke basindiswe.