1 Corinthians 10:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nokuba bonke basela olukwa lunye uselo olubumoya; ngokuba bebesela kwiliwa elibumoya libapeleka; laye iliwa elo lingu‐Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
basela bonke olo luselo lunye lulolomoya (kuba babesela kwiliwa elilelomoya elibe libalandela, iliwa elo ke lalinguye uKristu).
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
basela bonke olo luselo lunye lulolomoya, kuba babesela kwiliwa elilelomoya elibe libalandela, iliwa elo lalinguye uKristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
baza basela isiselo soMoya. Babesela kwelo liwa likaThixo lalisoloko likho. Lona ke iliwa elo lalatha uKrestu.