1 Corinthians 10:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuloko into eninzi yabo utixo wabengakoliswa ngabo: ngokuba bebewiswa pantsi entlango.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanti noko uThixo akakholiswanga ngabona baninzi; kuba bathiwa waca entlango apho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa noko uThixo akakholiswanga ngabaninzi kubo; ngokuba bathiwa entlango.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke nangoko uThixo akaneliswanga luninzi lwabo, ngenxa yaloo nto ke izidumbu zabo zathi saa entlango.